• Ingoma 13 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Thabatha Isibonda Sakho Sentuthumbo Uze Uqhubeke Undilandela”: (imiz. 10)

    • Mar 8:34—Kufuneka sizincame ukuze silandele uYesu (ingcaciso yegama elithi “makazincame” elikuMarko 8:34; w92 8/1 17 ¶14)

    • Mar 8:35-37—Imibuzo emibini ebuzwa nguYesu isinceda sisoloko sicinga ngezona zinto zibalulekileyo (w08 10/15 25-26 ¶3-4)

    • Mar 8:38—Kufuneka isibindi ukuze silandele uKristu (jy-E 143 ¶4)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Mar 7:5-8—Yintoni eyayisenza abaFarisi babe nengxaki ngendlela yokuhlamba izandla? (w16.08 30 ¶1-4)

    • Mar 7:32-35—Sifunda ntoni kwindlela uYesu awayicingela ngayo indoda eyayingeva ngeendlebe? (w00 2/15 17-18 ¶9-11)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Mar 7:1-15

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU