Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

Khetha ulwimi IsiXhosa

Abazalwana bashumayela eTonga

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO Meyi 2018

Iincoko Onokuzisebenzisa

Incoko onokuzisebenzisa ezithetha ngekamva labantu nelomhlaba.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Thabatha Isibonda Sakho Sentuthumbo Uze Uqhubeke Undilandela

Kutheni amaKristu efanele akukhuthalele ukuthandaza, ukufunda iBhayibhile, ukuya entsimini, nokuya ezintlanganisweni?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Nceda Abantwana Bakho Ukuba Balandele UKristu

Yintoni abanokuyenza abazali ukuze bancede abantwana babo bazinikele kuYehova uThixo baze babhaptizwe?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Umbono Oqinisa Ukholo

Umbono owabonwa ngabafundi bakaYesu waba naliphi ifuthe kuPetros? Iziprofeto zeBhayibhile zingenza ntoni kuthi?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

“Oko UThixo Akubophelele Ngedyokhwe Ndawonye . . . ”

KumaKristu atshatileyo isifungo somtshato sibalulekile. Abantu abatshatileyo bangazilungisa iingxaki zabo ngokusebenzisa le migaqo yeBhayibhile.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Uphose Ngaphezu Kwabo Bonke

Yintoni esiyifundayo kwibali lomhlolokazi owayesokola owanikela ngeengqekembe ezimbini ezingenaxabiso?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Wulumkele Umgibe Wokoyika Abantu

Yintoni eyenza abapostile bawela emgibeni? Emva kokuba uYesu evusiwe, yintoni eyenza abapostile ababeguqukile bashumayela nakuba bechaswa?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

UYehova Uya Kukunceda Ube Nesibindi

Ngaba ukhe woyike ukuzichaza ukuba uliNgqina LikaYehova? Ukuba ukhe woyike, ungaba naso njani isibindi sokuthetha ngoYehova?