Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Meyi 2017

Meyi 8-​14

YEREMIYA 35-38

Meyi 8-​14
  • Ingoma 33 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UEbhedi-meleki—Umzekelo Wokuba Nenkalipho Nobubele”: (imiz. 10)

    • Yer 38:4-6—UZedekiya woyika abantu waza wavumela abachasi ukuba baphose uYeremiya kwiqula elinodaka ukuze afe (it-2-E-1228 ¶3)

    • Yer 38:7-10—UEbhedi-meleki waba nenkalipho ibe wakhawuleza wanceda uYeremiya (w12 5/1 31 ¶2-3)

    • Yer 38:11-13—UEbhedi-meleki waba nobubele (w12 5/1 31 ¶4)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Yer 35:19—Kwakutheni ukuze amaRekabhi asikelelwe? (it-2-E-759)

    • Yer 37:21—UYehova wamnyamekela njani uYeremiya, ibe oku kungasikhuthaza njani xa sisebunzimeni? (w98 1/15 18 ¶16-17; w95 8/1 5 ¶5-6)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Yer 36:27–37:2

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) wp17.3 ngaphandle—Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) wp17.3 ngaphandle​—Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) jl isifundo 26

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 127

  • Ukunyamekela Iindawo Esinqulela Kuzo: (imiz. 15) Le ntetho yemibuzo neempendulo yenziwa ngumdala. Emva kokudlala ividiyo ethi, Ukunyamekela Iindawo Esinqulela Kuzo nokuxubusha imibuzo, dlan’ indlebe nomzalwana okwikomiti ejongene nokunyamekela iHolo YoBukumkani. (Ukuba ibandla lenu alinaye umzalwana okule komiti, dlan’ indlebe nomnxibelelanisi wabadala. Ukuba libandla lenu lodwa elisebenzisa iHolo YoBukumkani, dlan’ indlebe nomnxibelelanisi onyamekela iHolo YoBukumkani.) Yiyiphi imisebenzi yokunyanyekelwa kweHolo YoBukumkani eye yenziwa kutshanje, ibe yintoni eza kwenziwa kwixesha elizayo? Ukuba umntu unobuchule bokunyamekela iHolo YoBukumkani okanye unqwenela ukufunda nokuncedisa abo banabo, ufanele enze ntoni? Yintoni esinokuyenza ukuze sincedise ekunyamekeleni iHolo YoBukumkani enoba zinjani iimeko zethu?

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) kr isahl. 12 ¶9-15, nebhokisi ethi “Indlela Eye Yaphuculwa Ngayo Indlela Yokukhokela” “Indlela IQumrhu Elinyamekela Ngayo Imisebenzi YoBukumkani

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 125 Nomthandazo