Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Meyi 2017

 TREASURES FROM GOD’S WORD | YEREMIYA 49-50

UYehova Uyabasikelela Abathobekileyo Ibe Uyabohlwaya Abanekratshi

UYehova Uyabasikelela Abathobekileyo Ibe Uyabohlwaya Abanekratshi

50:4-7

  • AmaSirayeli aguqukileyo ayeneenyembezi zovuyo xa uYehova wawakhululayo ekuthinjweni

  • Bawuhlaziya umnqophiso ababewenze noYehova baza bahamba uhambo olude besiya eYerusalem ukuze babuyisele unqulo lokwenyaniso

50:29, 39

  • IBhabhiloni enekratshi yohlwaywa ngenxa yenkohlakalo yayo eqatha kubantu bakaYehova

  • Njengoko kwakuprofetiwe, iBhabhiloni ayizange iphinde imiwe