Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Meyi 2017

Meyi 29–​Juni 4

YEREMIYA 49-50

Meyi 29–​Juni 4
  • Ingoma 102 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UYehova Uyabasikelela Abathobekileyo Ibe Uyabohlwaya Abanekratshi”: (imiz. 10)

    • Yer 50:4-7—Intsalela yabaguqukileyo, amaSirayeli athobekileyo akhululwa ekuthinjweni abuyela eZiyon

    • Yer 50:29-32—IBhabhiloni yatshatyalaliswa ngenxa yekratshi eyalibonisa kuYehova (it-1-E 54)

    • Yer 50:38, 39—IBhabhiloni ayizange iphinde imiwe (jr 161 ¶15; w98 4/1 20 ¶20)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Yer 49:1, 2—Kwakutheni ukuze uYehova awakhalimele ama-Amoni? (it-1-E 94 ¶6)

    • Yer 49:17, 18—UEdom wafana njani neSodom neGomora, yaye kwakutheni? (jr 163 ¶18; ip-2 351 ¶6)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Yer 50:1-10

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) T-32—Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) T-32—Xubusha indawo ethi, “Khawucinge Ngoku.” Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Intetho: (imiz. 6 nangaphantsi) w15 3/15 15-16—Umxholo: Kwiminyaka Yakutshanje, Kutheni Iimpapasho Zethu Zingasathethi Kangako Ngezinto Eziyimifuziselo Nezokoqobo?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 56

  • Susa Umqadi: (imiz. 15) Dlala ividiyo ethi, Susa Umqadi. Emva koko buza le mibuzo ilandelayo: Umzalwana ubonise njani ukuba unekratshi? Yintoni emncedileyo watshintsha indlela acinga ngayo? Uncedakele njani?

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) kr isahl. 13 ¶11-23

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 131 Nomthandazo