Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Meyi 2017

Meyi 22-​28

YEREMIYA 44-48

Meyi 22-​28
  • Ingoma 70 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Yeka ‘Ukuzifunela Izinto Ezinkulu’”: (imiz. 10)

    • Yer 45:2, 3​—Ukucinga ngendlela engafanelekanga kukaBharuki kwamkhathaza (jr 104-105 ¶4-6)

    • Yer 45:4, 5a—UYehova wamlungisa ngobubele uBharuki (jr 103 ¶2)

    • Yer 45:5b—UBharuki wakhusela ubomi bakhe ngokwenza ezona zinto zazibalulekile ebomini bakhe (w16.07 8 ¶6)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Yer 48:13—Kwakutheni ukuze amaMowabhi “abe neentloni ngoKemoshe”? (it-1-E 430)

    • Yer 48:42—Kutheni kusomeleza ukholo ukuvakalisa kukaYehova isigwebo nxamnye noMowabhi? (it-2-E 422 ¶2)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Yer 47:1-7

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) hf—Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) hf—Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) lv 199 ¶9-10—Bonisa umfundi ngokufutshane indlela yokuphanda ngengxaki anayo.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU