Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Meyi 2017

 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | YEREMIYA 39-43

UYehova Uya Kunika Ngamnye Ngokwemisebenzi Yakhe

UYehova Uya Kunika Ngamnye Ngokwemisebenzi Yakhe

UZedekiya akazange aluthobele ulwalathiso lukaYehova lokunikezela kwiBhabhiloni

39:4-7

  • Oonyana bakaZedekiya babulawa ejongile, yena watyhaphazwa amehlo, wabotshwa ngamakhamandela obhedu waza wavalelwa entolongweni eBhabhiloni wada wafa

UEbhedi-meleki wamthemba uYehova ibe wayemxhalabele umprofeti wakhe uYeremiya

39:15-18

  • UYehova wathembisa ngokumkhusela uEbhedi-meleki ebudeni bokutshatyalaliswa kwamaYuda

UYeremiya washumayela ngesibindi iminyaka emininzi ngaphambi kokuba iYerusalem itshatyalaliswe

40:1-6

  • UYehova wamkhusela uYeremiya ebudeni bokungqingwa kweYerusalem waza walungiselela ukuba akhululwe ngamaBhabhiloni