Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Meyi 2017

Meyi 15-​21

YEREMIYA 39-43

Meyi 15-​21
  • Ingoma 133 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UYehova Uya Kunika Ngamnye Ngokwemisebenzi Yakhe”: (imiz. 10)

    • Yer 39:4-7​—UZedekiya wehlelwa zizinto ezibuhlungu ngenxa yokungamthobeli kwakhe uYehova (it-2-E 1228 ¶4)

    • Yer 39:15-18—UYehova wakuxabisa ukuthenjwa kwakhe nguEbhedi-meleki (w12 5/1 31 ¶5)

    • Yer 40:1-6—UYehova wamnyamekela umkhonzi wakhe othembekileyo uYeremiya (it-2-E 482)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Yer 42:1-3; 43:2, 4—Ziintoni esinokuzifunda kwimpazamo kaYohanan? (w03 5/1 10 ¶10)

    • Yer 43:6, 7​—Yintoni emelwa ziziganeko ekuthethwa ngazo kwezi vesi? (it-1-E 463 ¶4)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Yer 40:11–41:3

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Isa 46:10 —Fundisa Inyaniso. Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) ISi 12:7-9, 12—Fundisa Inyaniso. Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh 153 ¶19-20—Mmemele kwiintlanganiso

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU