Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Meyi 2017

Meyi 1-7

YEREMIYA 32-34

Meyi 1-7
  • Ingoma 138 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Umqondiso Obonisa Ukuba AmaSirayeli Ayeza Kuhlangulwa”: (imiz. 10)

    • Yer 32:6-9, 15—UYehova wayalela uYeremiya ukuba athenge intsimi njengomqondiso wokuba uYehova wayeza kuwahlangula amaSirayeli (it-1-E 105 ¶2)

    • Yer 32:10-12—UYeremiya wazithobela zonke izinto zasemthethweni xa wayethenga le ntsimi (w07 3/15 11 ¶3)

    • Yer 33:7, 8​—UYehova wathembisa ‘ukubasulungekisa’ abathinjwa (jr 152 ¶22-23)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Yer 33:15​—Ngubani ‘olihlumelo’ likaDavide? (jr 173 ¶10)

    • Yer 33:23, 24—Ziziphi “iintsapho ezimbini” ekuthethwa ngazo apha? (w07 3/15 11¶4)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Yer 32:1-12

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Lungiselela Iintshumayelo Zale Nyanga: (imiz. 15) Ingxubusho esekelwe “Kwiintshayelelo Onokuzisebenzisa.” Dlala ividiyo yentshumayelo nganye onokuyisebenzisa uze emva koko uxubushe iingongoma eziphambili. Khuthaza bonke ukuba bayisebenzise ividiyo ethi, intshayelelo yencwadana ethi, Ninako Ukonwaba Entsatsheni.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 6

  • Iimfuno Zebandla: (imiz. 15) Usenokuxubusha ngezifundo ezikwiNcwadi Yonyaka. (yb16 67-71)

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) kr isahl. 12 ¶1-8 nebhokisi “Wakwamkela Ngokuthobeka Ukulungiswa

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 23 Nomthandazo