I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO MEYI 2016

Iintshayelelo Onokuzisebenzisa

Iintshayelelo Onokuzisebenzisa

IMBONISELO

Umbuzo: Ucinga ukuba la mazwi aya kuze azaliseke?

Isibhalo: ISi 21:3, 4

Unokuthi: Le Mboniselo ixubusha ngendlela uThixo aya kusizalisekisa ngayo eso sithembiso noko sikuthethayo kuwe.

IMBONISELO (ngasemva)

Umbuzo: Ndicela ujonge lo mbuzo. [Balaselisa umbuzo wokuqala neempendulo ezikwinqaku elikwiphepha 16.] Ucinga ntoni wena?

Isibhalo: Nd 83:18

Unokuthi: Eli nqaku lixubusha okungakumbi ngoko kuthethwa yiBhayibhile ngegama likaThixo.

OKUFUNDISWA YIBHAYIBHILE

Umbuzo: Abanye abantu bacinga ukuba nguThixo olawula ihlabathi. Kodwa ngaba ubusazi ukuba iBhayibhile ayiyifundisi loo nto?

Isibhalo: 1Yo 5:19

Unokuthi: Le ncwadi icacisa oko kufundiswa yiBhayibhile kulo mbandela neminye emininzi.

ZENZELE EYAKHO INTSHUMAYELO

Sebenzisa le mizekelo ingasentla ukuze uzenzele eyakho intshumayelo yasentsimini.