I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO MEYI 2016

Meyi 9-15

INDUMISO 1–10

Meyi 9-15
  • Ingoma 99 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Ukuze Sibe Seluxolweni NoYehova Kufuneka Sihloniphe UNyana Wakhe, UYesu”: (imiz. 10)

    • [Dlala ividiyo ethi Intshayelelo YeeNdumiso.]

    • Nd 2:1-3—Ukuchaswa kukaYehova noYesu kwakuprofetiwe (w04 7/15 16-17 ¶4-8; it-1-E 507; it-2-E 386 ¶3)

    • Nd 2:8-12—Kuphela ngabo bahlonela uKumkani othanjisiweyo kaYehova abaya kufumana ubomi (w04 8/1 5 ¶2-3)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Nd 2:7—Uyintoni ‘ummiselo kaYehova’? (w06 5/15 17 ¶6)

    • Nd 3:2—Lithetha ukuthini igama elithi Selah? (w06 5/15 18 ¶3)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Nd 8:1–9:10

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) wp16.3 ngaphandle—Funda isibhalo kwisixhobo se-elektroniki.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Bonisa indlela yokucela isifundo seBhayibhile kumntu omnika umzila weemagazini ngokumbukelisa kwiJW Library ividiyo ethi Yintoni Eyenziwayo Xa Kufundwa IBhayibhile?

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh 12 ¶12-13—Khuthaza umfundi ukuba adawunlowudele iJW Library kwisixhobo sakhe se-elektroniki.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 138

  • Yihlonele Indlu KaYehova: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo eku-jw.org/xh enomxholo othi Yiba Ngumhlobo KaYehova—Yihlonele Indlu KaYehova. (Yiya kwindawo ethi IIMFUNDISO ZEBHAYIBHILE > ABANTWANA.) Emva koko, cela abantwana ukuba baye eqongeni, uze ubabuze imibuzo ngale vidiyo.

  • Igama LikaThixo KwiZibhalo ZesiHebhere: (imiz. 10) Intetho esekelwe kwincwadana ethi Isikhokelo Sokufunda ILizwi LikaThixo icandelo 1.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) ia isahl. 15 ¶1-14 nebhokisi ethi, “Imibuzo NgoEstere” in chapter 16

  • Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 11 Nomthandazo