I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO MEYI 2016

 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | INDUMISO 26-33

Cela UYehova Akwenze Ube Nesibindi

Cela UYehova Akwenze Ube Nesibindi

Ukukhumbula izenzo zikaYehova zokusindisa kwamenza wanesibindi uDavide.

27:1-3

  • UYehova wahlangula uDavide oselula kwingonyama

  • UYehova wanceda uDavide wabulala ibhere ukuze akhusele umhlambi

  • UYehova wamxhasa uDavide xa wabulala uGoliyati

Yintoni enokusinceda sibe nesibindi njengoDavide?

27:4, 7, 11

  • Ngumthandazo

  • Kukushumayela

  • Kukuya kwiintlanganiso

  • Lufundisiso lobuqu nonqulo lwentsapho

  • Kukukhuthaza abanye

  • Kukukhumbula indlela uYehova awasinceda ngayo kwixesha elidlulileyo