I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO MEYI 2016

Meyi 30–Juni 5

INDUMISO 26-33

Meyi 30–Juni 5
  • Ingoma 23 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Cela UYehova Akwenze Ube Nesibindi”: (imiz. 10)

    • Nd 27:1-3—Ukukhumbula ukuba uYehova ukukukhanya kuthi kuya kusenza sibe nesibindi (w12 7/15 22-24 ¶3-6)

    • Nd 27:4—Ukuxabisa unqulo lokwenyaniso kuyasinceda (w12 7/15 24 ¶7)

    • Nd 27:10—UYehova ukulungele ukuxhasa abakhonzi bakhe xa belahliwe (w12 7/15 24 ¶9-10)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Nd 26:6—NjengoDavide, sinokusijikeleza njani ngokufuziselayo isibingelelo sikaYehova? (w06 5/15 19 ¶12)

    • Nd 32:8—Sincedakala njani ngokwazi uYehova? (w09 6/1 5 ¶3)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Nd 32:1–33:8

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) kt—Funda isibhalo kwisixhobo se-elektroniki.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Bonisa indlela yokucela isifundo seBhayibhile kumntu omnika umzila weemagazini ngokumbukelisa kwiJW Library ividiyo ethi Yintoni Eyenziwayo Xa Kufundwa IBhayibhile?

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) jl isifundo 9—Bonisa isifundo sakho ngokufutshane indlela yokulungiselela iintlanganiso sisebenzisa iJW Library.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU