I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO MEYI 2016

 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | INDUMISO 19-25

Iziprofeto Ezineenkcukacha NgoMesiya

Iziprofeto Ezineenkcukacha NgoMesiya

ISIBHALO

ISIPROFETO

INZALISEKO

INdumiso 22:1

Kwakubonakala ngathi ushiyiwe nguThixo

Mateyu 27:46; Marko 15:34

INdumiso 22:7, 8

Kwahlekiswa ngaye ngoxa wayesesibondeni

Mateyu 27:39-43

INdumiso 22:16

Wabethelelwa esibondeni

Mateyu 27:31; Marko 15:25; Yohane 20:25

INdumiso 22:18

Benza amaqashiso ngeempahla zakhe

Mateyu 27:35

INdumiso 22:22

Wakhokela ekuvakaliseni ngegama likaThixo

Yohane 17:6