I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO MEYI 2016

Meyi 16-22

INDUMISO 11–18

Meyi 16-22
  • Ingoma 106 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Ngubani Onokuba Lundwendwe Ententeni KaYehova?’: (imiz. 10)

    • Nd 15:1, 2—Sifanele sithethe inyaniso ezintliziyweni zethu (w03 8/1 13-14 18; w89 9/15 27 ¶7)

    • Nd 15:3—Sifanele sithethe kakuhle (w89 10/15 12 ¶10-11; w89 9/15 27 ¶2-3; it-2-E 779)

    • Nd 15:4, 5—Zonke izinto sifanele sizenze ngokunyaniseka (w06 5/15 19 ¶3; w89 9/15 29-30; it-1-E 1211 ¶3)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Nd 11:3—Ithetha ukuthini le vesi? (w06 5/15 18 ¶4; w05 5/15 32 ¶2)

    • Nd 16:10—Sazaliseka njani kuYesu Kristu esi siprofeto? (w11 8/15 16 ¶19; w05 5/1 14-15 ¶9)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Nd 18:1-19

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) wp16.3 16—Funda isibhalo kwisixhobo se-elektroniki.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) wp16.3 16—Izibhalo zifunde kwiJW Library ukuze umnini-mzi azive ngolwimi lwakhe.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh 100-101 ¶10-11—Ngokufutshane bonisa umnini-mzi indlela yokusebenzisa iJW Library xa ephanda impendulo yombuzo awubuzileyo.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 70

  • Iindlela Zokusebenzisa I-JW Library—Inxalenye 1: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala uze uxubushe ngokufutshane iividiyo ezinomxholo othi Set and Manage Bookmarks and Use History. Emva koko xubusha imixholwana yokuqala emibini yeli nqaku. Cela abaphulaphuli ukuba babalise ngezinye iindlela abaye bayisebenzisa ngazo iJW Library xa besenza ufundisiso lobuqu nakwiintlanganiso zebandla.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) ia isahl. 15 ¶15-26 nempinda yesahluko

  • Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 43 Nomthandazo