I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO MEYI 2016

Meyi 2-8

YOBHI 38–42

Meyi 2-8
  • Ingoma 63 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Ukuthandazela Abanye Kuyamkholisa UYehova”: (imiz. 10)

    • Yob 42:7, 8—UYehova wayelindele ukuba uYobhi athandazele uElifazi, uBhiledadi noTsofare (w13 6/15 21 ¶17; w98 5/1 30-31 ¶3-6)

    • Yob 42:10—UYehova wamphilisa uYobhi emva kokuba ebathandazele (w98 5/1 31 ¶3)

    • Yob 42:10-17—UYehova wamsikelela kakhulu uYobhi ngenxa yokholo nokunyamezela kwakhe (w94 11/15 20 ¶19-20)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Yob 38:4-7—Ngoobani “amakhwezi” ibe yintoni esiyaziyo ngawo? (bh 97 ¶3)

    • Yob 42:3-5—Yintoni esinokuyenza ukuze sibone uThixo njengoYobhi? (w15 10/15 7-8 ¶16-17)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Yob 41:1-26

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Lungiselela Iintshumayelo Zale Nyanga: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo yentshumayelo nganye onokuyisebenzisa uze uxubushe iingongoma eziphambili. Ngamafutshane chaza indlela abavakalisi abanokuzisebenzisa ngayo izixhobo ze-elektroniki usebenzisa umxholo othi “Iindlela Zokusebenzisa iJW Library.” Bakhumbuze abaphulaphuli ukuba xa bebhala ingxelo nyanga nganye, babhale izihlandlo abaye badlala ngazo ividiyo entsimini. Khuthaza abavakalisi ukuba bazenzele ezabo iintshumayelo.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 60

  • Ngaba Uyayisebenzisa I-JW Library?”: (imiz. 15) Qala ngengxubusho yemizuzu emihlanu yeli nqaku. Emva koko dlala uze uxubushe ividiyo ethi Start Using “JW Library.” Phinda wenze okufanayo nakwezi vidiyo Download and Manage Publications and Customize the Reading Experience. Khuthaza bonke abo banokukwazi ukuba bakhuphele iJW Library baze badawunlowude uncwadi kwizixhobo zabo ze-elektroniki ngaphambi kokuba kuxutyushwe intetho ethi “Iindlela Zokusebenzisa iJW LibraryngoMeyi 16.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) ia isahl. 14 ¶14-22 nempinda yesahluko

  • Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 77 Nomthandazo