• Ingoma 91 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Thobela Imiyalelo Emibini Emikhulu”: (imiz. 10)

    • Mat 22:36-38—Ezi vesi zikuchaza njani oko kuthethwa kukuthobela oyena myalelo mkhulu nongowokuqala eMthethweni? (ingcaciso kaMateyu 22:37)

    • Mat 22:39—Ngowuphi oyena myalelo mkhulu nongowesibini eMthethweni? (Ingcaciso)

    • Mat 22:40—Zonke iZibhalo ZesiHebhere zithetha ngokuthanda uThixo nommelwane (ingcaciso)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Mat 22:21—Zeziphi “izinto zikaKesare,” izeziphi “izinto zikaThixo”? (ingcaciso)

    • Mat 23:24—Athetha ukuthini amazwi kaYesu? (ingcaciso)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Mat 22:1-22

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Jonga kwindawo ethi iincoko onokuzisebenzisa.

  • Ividiyo Yotyelelo Lokuqala: (imiz. 5) Yidlale nize nincokole ngayo.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh 186-187 ¶7-9—Khuthaza umfundi ukuba amemele abantu abaziyo kwiSikhumbuzo.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU