Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Matshi 2017

 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | YEREMIYA 1–4

“Ndinawe Ukuba Ndikuhlangule”

“Ndinawe Ukuba Ndikuhlangule”
BUKA
Inkcazelo
Umfanekiso

Kusenokwenzeka ukuba uYeremiya wayeneminyaka emalunga neyi-25 xa uYehova wammiselayo ukuba abe ngumprofeti. UYeremiya wayeziva engasifanelekeli esi sabelo, kodwa uYehova wamthembisa ukuba uza kuqhubeka emxhasa.

  1. Ngo-647

    UYeremiya umiselwa njengomprofeti

  2. Ngo-607

    IYerusalem iyatshatyalaliswa

  3. Ngo-580

    Kugqitywa ukubhalwa

Imihla ka-B.C.E.