Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Matshi 2017

Matshi 27–Aprili 2

YEREMIYA 12-16

Matshi 27–Aprili 2
  • Ingoma 135 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • AmaSirayeli Amlibala UYehova”: (imiz. 10)

    • Yer 13:1-5—UYeremiya waluthobela ulwalathiso lukaThixo lokuba afihle ibhanti lelinen nangona oko kwakufuna umgudu (jr 51 ¶17)

    • Yer 13:6, 7—Xa uYeremiya waphinda wahamba loo mgama mde ukuya kulilanda walifumana ligugile (jr 52 ¶18)

    • Yer 13:8-11—UYehova wayebafundisa ukuba ubuhlobo obusenyongweni awayenabo namaSirayeli babuza kuphela ngenxa yeentliziyo zabo ezilikhuni (jr 52 ¶19-20; it-1-E 1121 ¶2)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Yer 12:1, 2, 14—Wawusithini umbuzo kaYeremiya, ibe uYehova wamphendula njani? (jr 118 ¶11)

    • Yer 15:17—Yayiyintoni imbono kaYeremiya ngabahlobo, ibe sinokumxelisa njani? (w04 5/1 12 ¶16)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Yer 13:15-27

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Isimemo seSikhumbuzo nevidiyo—Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Isimemo seSikhumbuzo nevidiyo—Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Intetho: (imiz.6) w16.03 29-31—Umxholo: Abantu BakaThixo Babe Ngabo Nini Abathinjwa Okanye Amabanjwa AseBhabhiloni Enkulu?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU