Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Matshi 2017

 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | UYEREMIYA 8-11

Abantu Banokuphumelela Kuphela Ukuba Bakhokelwa NguYehova

Abantu Banokuphumelela Kuphela Ukuba Bakhokelwa NguYehova

Abantu abakwazi kuzilawula ibe abanalo nelungelo lokwenjenjalo

10:21-23

  • Ngenxa yokuba abalusi bokomoya bamaSirayeli bengazange babuze kuYehova abantu babechithachithekile

  • Abo bathobela ulwalathiso lukaYehova babeseluxolweni, bonwabile ibe bayaphumelela