Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO MATSHI 2016

Matshi 28–Aprili 3

YOBHI 11–15

Matshi 28–Aprili 3
  • Ingoma 111 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • “UYobhi Wayeqinisekile Ngovuko”: (imiz. 10)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Yob 12:12—Kutheni amaKristu akhulileyo enokuwanceda amaKristu asematsha? (g99 8/8 ibhokisi ekwiphe 11)

    • Yob 15:27—Wayethetha ukuthini uElifazi xa wayesithi ubuso bukaYobhi ‘babugutyungelwe ngokutyeba’? (it-1-E 802 ¶4)

    • Yintoni endiyifundayo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: Yobhi 14: 1-22 (imiz. 4 nangaphantsi)

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 134

  • Iimfuno zebandla: (imiz. 5)

  • UVuko—Olwenzeka Ngenxa Yentlawulelo”: (imiz. 10) Ingxubusho. Qukumbela ngokudlala ividiyo eye yaboniswa kwiNdibano yeNgingqi ka-2014 enomxholo othi “Qhubeka Ufuna Kuqala UBukumkani BukaThixo!”

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: ia isahl. 12 ¶1-12 (imiz. 30)

  • Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 33 Nomthandazo