I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO MATSHI 2016

Matshi 21-27

YOBHI 6–10

Matshi 21-27
  • Ingoma 68 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UYobhi Othembekileyo Uchaza Intlungu Yakhe”: (imiz. 10)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Yob 6:14—UYobhi wakubalaselisa njani ukubaluleka kokuba nothando olunyanisekileyo? (w10 11/15 32 ¶20)

    • Yob 7:9, 10; 10:21—UYobhi wayekholelwa eluvukweni lwexesha elizayo, ngoko kwakutheni ukuze athethe amazwi akwezi vesi? (w06 3/15 14 ¶11)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: Yob 9:1-21 (imiz. 4 nangaphantsi)

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: wp16.2 16—Thetha ngelungiselelo lomnikelo. (imiz. 2 nangaphantsi)

  • Xa Ubuyela: wp16.2 16—Beka isiseko sokubuyela. (imiz. 4 nangaphantsi)

  • Isifundo SeBhayibhile: fg isifundo 2 ¶6-8 (imiz. 6 nangaphantsi)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 114

  • Yiba Nengqiqo Xa Uthuthuzela Abanye: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo eyayibukelwe kwiSikolo Sobulungiseleli SoBukumkani sakutshanje. Cela abaphulaphuli bagqabaze ngendlela abazalwana ababini abaye baba ngumzekelo ngayo wokukhuthaza, xa ubani ebechaza intlungu yokufelwa ngumntu amthandayo.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: ia isahl. 11 ¶12-20 nempinda yesahluko (imiz. 30)

  • Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 27 Nomthandazo