Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

Khetha ulwimi IsiXhosa

Abazalwana noodade baseMyanmar bahleli kunye ibe bonwabile

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO Juni 2019

Iincoko Onokuzisebenzisa

Iincoko esinokuzisebenzisa ezithetha ngendlela yokuphila emva kwemihla yokugqibela.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Sithetha Ntoni Kuthi ‘Isiganeko Esingumfuziselo’?

UHagare nomfazi ka-Abraham uSara bamela ntoni? Unokukunceda ngantoni umnqophiso omtsha?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Ilungiselelo LikaYehova Nomsebenzi Walo

Liyintoni ilungiselelo likaYehova ibe yintoni mna endinokuyenza ukuze intlangano yakhe imanyane?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ungenza Njani Ukuze Kukuncede Ukufunda?

Zeziphi ezinye izinto esinokuzenza ukuze isincede into esiyifundayo?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“Yambathani Sonke Isikrweqe SikaThixo”

AmaKristu ngamajoni. Chaza igama lezi zinto zesikrweqe, utsho nento eziyimelayo.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Uza Kuthini UYehova?

Yintoni onokuyenza ukuze uhlale ufuna into ethandwa nguYehova uze uyenze?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“Musani Ukuxhalela Nantoni Na”

Zininzi izinto ezenza ixhala kula maxesha esiphelo. Unokwenza ntoni ukuze ungabi nexhala kakhulu?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Yikhethe Kakuhle Indlela Yokuzonwabisa

Indlela ozonwabisa ngayo ingamzukisa njani uThixo?