• Ingoma 133 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Lutsha—Ngaba Niyaqhubeka Nisondela KuYehova?”: (imiz. 10)

    • Luk 2:41, 42—UYesu wayesiya kumthendeleko wePasika owawubakho qho ngonyaka ehamba nabazali bakhe (ingcaciso yebinzana elithi “abazali bakhe babeqhele” elikuLuka 2:41)

    • Luk 2:46, 47—UYesu wayezimamela iinkokeli zonqulo aze azibuze imibuzo (ingcaciso yebinzana elithi “ebabuza” nelithi “bethe manga” elikuLuka 2:46, 47)

    • Luk 2:51, 52—UYesu “waqhubeka ezithobile” kubazali bakhe waza wathandwa nguThixo nangabantu (ingcaciso yebinzana elithi “waqhubeka ezithobile” elikuLuka 2:51)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Luk 2:14—Ithetha ukuthini le vesi? (ingcaciso yebinzana elithi “uxolo emhlabeni phakathi kwabantu abakholekileyo” nelithi “abantu abakholekileyo” elikuLuka 2:14)

    • Luk 3:23—Yayingubani utata kaYosefu? (wp16.3 9 ¶1-3)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Luk 2:1-20

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Emva koko bonisa indlela yokuphendula into edla ngokuthethwa ngabantu abangenamdla.

  • Ividiyo Yokubuyela Okwesibini: (imiz. 5) Yidlale nize nincokole ngayo.

  • Intetho: (imiz. 6 nangaphantsi) w14 2/15 26-27—Umxholo: AmaYuda Enkulungwane Yokuqala Ayelusekele Entwenini ‘Ulindelo’ Lwawo NgoMesiya?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU