• Ingoma 95 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Izinto Ezaziprofetwe NgoYesu Zenzeka”: (imiz. 10)

    • Mar 15:3-5—Waqhubeka ethule naxa wayetyholwa

    • Mar 15:24, 29, 30—Babesahlulelana ngeempahla zakhe, behlekisa ngaye (ingcaciso yebinzana elithi, “abelana ngezambatho zakhe” elikuMarko 15:24; ingcaciso yebinzana elithi “behlunguzela iintloko zabo” elikuMarko 15:29)

    • Mar 15:43, 46—Wangcwatywa kwindawo yabantu abazizityebi (ingcaciso yegama elithi “uYosefu” elikuMarko 15:43)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Mar 15:25—Inoba kutheni le nto kubhalwe amaxesha awahlukileyo okubethelelwa kukaYesu? (ingcaciso yebinzana elithi “ilixa lesithathu” elikuMarko 15:25)

    • Mar 16:8—Kutheni INguqulelo Yehlabathi Elitsha ehlaziyiweyo ingenawo umqukumbelo omde nomfutshane kwiNcwadi Yevangeli kaMarko? (ingcaciso yebinzana elithi “kuba babesoyika” elikuMarko 16:8)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Mar 15:1-15

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU