Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Juni 2017

Juni 26–Julayi 2

HEZEKILE 6–10

Juni 26–Julayi 2
  • Ingoma 141 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Ngaba Uza Kuphawulelwa Ukusinda?”: (imiz. 10)

    • Hez 9:1, 2—Umbono kaHezekile unentsingiselo kuthi (w16.06 31-32)

    • Hez 9:3, 4—Abo baye basimamela ngoxa sasishumayela kubo baza kuphawulelwa ukusinda ngexesha elithile ebudeni bembandezelo enkulu

    • Hez 9:5-7—UYehova akazi kubatshabalalisa amalungisa xa etshabalalisa abangendawo

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Hez 7:19—Le vesi isinceda njani silungele ixesha elizayo? (w09 9/15 23 ¶10)

    • Hez 8:12—Le vesi ibonisa njani ukuba ukungabi nakholo kunokumenza umntu aziphathe ngendlela engafanelekanga? (w11 4/15 26 ¶14)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Hez 8:1-12

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) ISi 4:11—Fundisa Inyaniso.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Nd 11:5; 2Ko 7:1 —Fundisa Inyaniso.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh 127 ¶4-5—Bonisa indlela yokufikelela intliziyo.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU