Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Juni 2017

Juni 19-25

HEZEKILE 1-5

Juni 19-25
  • Ingoma 75 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UHezekile Wayekuvuyela Ukuvakalisa Isigidimi SikaThixo”: (imiz. 10)

    • [Dlala ividiyo ethi, Intshayelelo kaHezekile.]

    • Hez 2:9–3:2—UHezekile wawutya umsongo ‘wezimbonono nokudumzela nezijwili.’ (w08 7/15 8 ¶6-7; it-1-E 1214)

    • Hez 3:3—UHezekile wayekuvuyela ukukhonza uYehova njengomprofeti (w07 7/1 12 ¶3)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Hez 1:20, 21, 26-28—Ifanekisela ntoni inqwelo yasezulwini? (w07 7/1 11 ¶6)

    • Hez 4:1-7—Ngaba uHezekile wakwenza ngokwenene oko kwakufuzisela ukungqingwa kweYerusalem? (w07 7/1 12 ¶4)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Hez 1:1-14

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) T-32—Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) T-32—Dlala ividiyo ethi, Ninako Ukonwaba Entshatsheni—Intshayelelo uze unike umninimzi incwadana.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh 143 ¶20-21—Bonisa indlela yokufikelela intliziyo.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU