Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Juni 2017

 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | IZILILO 1-5

Ukulinda Kusinceda Sinyamezele

Ukulinda Kusinceda Sinyamezele

Yintoni eyanceda uYeremiya wanyamezela nangona wehlelwa zizinto ezibuhlungu?

3:20, 21, 24, 26, 27

  • Wayeqinisekile ukuba uYehova wayeza ‘kuthoba’ phezu kwabo baguqukayo baphakathi kwabantu bakhe aze aphelise intlungu yabo

  • Wayefunde ‘ukuthwala idyokhwe ebudeni bobutsha bakhe.’ Ukunyamezela iimvavanyo komntu omtsha kumnceda akwazi ukujamelana neengxaki ngokuphumelelayo xa ekhulile

Ndinokuzilungiselela njani iingxaki eziza kubakho kwixesha elizayo?

 

Ndinokulinda njani?