Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Juni 2017

Juni 12-18

IZILILO 1-5

Juni 12-18
  • Ingoma 128 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Ukulinda Kusinceda Sinyamezele”: (imiz. 10)

    • [Dlala ividiyo ethi, Intshayelelo YeZililo.]

    • IZi 3:20, 21, 24—UYeremiya walinda waza wathembela ngoYehova (w12 6/1 14 ¶3-4; w11 9/15 8 ¶8)

    • IZi 3:26, 27—Ukunyamezela iimvavanyo kuza kusinceda sikwazi ukujamelana neengxaki kwixesha elizayo (w07 6/1 11 ¶4-5)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • IZi 2:17—Ngawaphi “amazwi” awazalisekiswa nguYehova nxamnye neYerusalem? (w07 6/1 9 ¶4)

    • IZi 5:7—Ngaba uYehova ubabek’ ityala abantu ngesiphoso sooyisemkhulu? (w07 6/1 11 ¶1)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) IZi 2:20–3:12

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) g17.3 ngaphandle—Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) g17.3 ngaphandle—Mmemele kwiintlanganiso.

  • Intetho: (imiz. 6 nangaphantsi) w11 9/15 9-10 ¶11-13—Umxholo: UYehova Usisabelo Sam.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU