I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO JUNI 2016

Iintshayelelo Onokuzisebenzisa

Iintshayelelo Onokuzisebenzisa

VUKANI!

Unokuthi: Lo Vukani! uthetha ngombandela obangel’ umdla. [Nika umnini-mzi owakhe.]

Umbuzo: Ngaba ubusazi ukuba amaNgqina kaYehova aguqulela uncwadi ngeelwimi ezingaphezu kweziyi-750?

Isibhalo: ISi 14:6

VUKANI!

Umbuzo: Ngaba ucinga ukuba lo mgaqo unokusinceda isibini esitshatileyo xa sincokola ngengxaki esinayo?

Isibhalo: Yak 1:19

Unokuthi: [Thetha ngenqaku eliqala kwiphepha 10.] Eli nqaku lithetha ngemigaqo yeBhayibhile eyongezelelekileyo engalo mba.

AMAPHECANA

Umbuzo: Ndicela uqaphele lo mbuzo. [Funda umbuzo oneempendulo ezahlukahlukeneyo ngaphambili kwiphecana.] Ungawuphendula njani lo mbuzo?

Isibhalo: [Zidweliswe kwiphepha 2 lephecana]

Unokuthi: Eli phecana lichaza oko kuthethwa sesi sibhalo kuwe.

ZENZELE EYAKHO INTSHUMAYELO

Sebenzisa le mizekelo ingasentla ukuze uzenzele eyakho intshumayelo yasentsimini.