I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO JUNI 2016

Juni 6-12

INDUMISO 34–37

Juni 6-12
  • Ingoma 95 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Kholosa NgoYehova Wenze Okulungileyo”: (imiz. 10)

    • Nd 37:1, 2—Hlala uzimisele ukukhonza uYehova kungekhona ekuboneni ngathi abantu abangendawo bayaphumelela (w03 12/1 9-10 ¶3-6)

    • Nd 37:3-6—Kholosa ngoYehova, wenze okulungileyo uze usikelelwe (w03 12/1 10-12 ¶7-15)

    • Nd 37:7-11—Linda ngomonde de uYehova ashenxise abangendawo (w03 12/1 13-14 ¶16-20)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Nd 34:18—UYehova uvakalelwa njani ngabo “baphuke intliziyo” nangabo “bamoya utyumkileyo”? (w11 6/1 19)

    • Nd 34:20—Sazaliseka njani esi siprofeto kuYesu? (w13 12/15 21 ¶19)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Nd 35:19–36:12

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Lungiselela Iintshumayelo Zale Nyanga: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo yentshumayelo nganye onokuyisebenzisa uze emva koko uxubushe iingongoma eziphambili. Khuthaza abavakalisi ukuba bazenzele ezabo iintshumayelo.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU