Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Juni 2016

 INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

“UThixo Ngumncedi Wam”

“UThixo Ngumncedi Wam”

INdumiso 52–59 ichaza indlela uDavide awavakalelwa ngayo ngoxa wayesezingxakini. Sekunjalo, wahlala ethembele ngoYehova ngaloo maxesha. (Nd 54:4; 55:22) Wamzukisa uYehova ngenxa yelizwi Lakhe. (Nd 56:10) Ngaba sinokholo yaye sithembele kuThixo ngendlela efanayo? Ngaba uncedo silufuna kwiLizwi lakhe xa sineengxaki? (IMi 2:6) Wancedwa yeyiphi ivesi yeBhayibhile xa . . .

  • wawudimazekile?

  • wawugula?

  • wawukhutyekiswe ngabanye?

  • wawutshutshiswa?