Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Juni 2016

Juni 27–Julayi 3

INDUMISO 52-59

Juni 27–Julayi 3
  • Ingoma 38 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Umthwalo Wakho Wulahlele KuYehova”: (imiz. 10)

    • Nd 55:2, 4, 5, 16-18—UDavide wayekhe axhalabe kakhulu (w06 6/1 11 ¶4; w96 4/1 27 ¶2)

    • Nd 55:12-14—Unyana kaDavide nomhlobo awayethenjiwe benza iyelenqe nxamnye noDavide (w96 4/1 30 ¶1)

    • Nd 55:22—UDavide wathembela ngoncedo lukaYehova (w06 6/1 11 ¶5; w99 3/15 22-23)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Nd 56:8—Lithetha ukuthini ibinzana elithi, “iinyembezi zam zifake kwintsuba yakho”? (w09 6/1 29 ¶1; w08 10/1 26 ¶3)

    • Nd 59:1, 2—Amava kaDavide asifundisa ntoni ngomthandazo? (w08 3/15 14 ¶13)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Nd 52:1–53:6

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Hambisa elinye lamaphecana. Babonise ikhowudi ekwiphepha elingasemva.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Bonisa indlela yokwenza ibuyelo kumntu oye wamkela iphecana.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) fg Isifundo 3 ¶2-3—Qukumbela ngokutshayelela ividiyo eku-jw.org/xh enomxholo othi, Sinokuqiniseka Njani Ukuba IBhayibhile Ithetha Inyani?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 56

  • Iimfuno zebandla: (imiz. 7)

  • UThixo Ngumncedi Wam”: (imiz. 8) Ingxubusho. Banike ithuba lokugqabaza kangangoko kunokwenzeka kwimibuzo edwelisiweyo ukuze bonke bangenelwe kumagqabaza abazalwana noodade. (Rom 1:12) Khuthaza abavakalisi ukuba basebenzise iSikhokelo Sokuphanda ukuze bafumane uncedo kwiLizwi LikaThixo xa kuvela izilingo.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) ia isahl. 18 ¶14-21 nempinda

  • Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 121 Nomthandazo