I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO JUNI 2016

Juni 13-19

INDUMISO 38–44

Juni 13-19
  • Ingoma 4 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UYehova Uyabomeleza Abo Bagulayo”: (imiz. 10)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Nd 39:1, 2—Sinokuzilumkela njani izinto esizithethayo? (w09 5/15 4 ¶5; w06 5/15 20 ¶11)

    • Nd 41:9—UYesu wawusebenzisa njani umzekelo kaDavide kwimeko yakhe? (w11 8/15 13 ¶5; w08 9/15 5 ¶11)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Nd 42:6–43:5

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU