Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Julayi 2017

Julayi 31–​Agasti 6

HEZEKILE 24–27

Julayi 31–​Agasti 6
  • Ingoma 81 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Isiprofeto NgeTire Siqinisa Intembelo Yethu KwiLizwi LikaYehova”: (imiz. 10)

    • Hez 26:3, 4—Kwiminyaka engaphezu kweyi-250 ngaphambili, uYehova waprofeta ngokutshatyalaliswa kweTire (si 133 ¶4)

    • Hez 26:7-11—UHezekile uthetha ngohlanga nenkokeli yokuqala eyayiza kungqinga iTire (ce-E 216 ¶3)

    • Hez 26:4, 12—UHezekile waprofeta ukuba iindonga, izindlu nomhlaba waseTire zaziza kuphoswa emanzini (it-1-E 70)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Hez 24:6, 12—Ufuzisela ntoni umhlwa okwimbiza yokupheka? (w07 7/1 14 ¶2)

    • Hez 24:16, 17—Kutheni le nto uHezekile wayengenakubonakalisa ukuba buhlungu xa kwafa umfazi wakhe? (w88 9/15 21 ¶24)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Hez 25:1-11

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Sebenzisa naliphi na iphecana—Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Sebenzisa naliphi na iphecana—Thetha (ungayidlali) ngevidiyo ethi, Yintoni Eyenziwayo Xa Kufundwa IBhayibhile?

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh 23 ¶13-15—Mmemele kwiintlanganiso.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU