Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Julayi 2017

Julayi 3-​9

HEZEKILE 11–14

Julayi 3-​9
  • Ingoma 52 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Ngaba Unentliziyo Yenyama?”: (imiz. 10)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Hez 12:26-28—Ezi vesi zibonisa ukuba kufuneka benze ntoni abakhonzi bakaYehova? (w07 7/1 13 ¶8)

    • Hez 14:13, 14—Ziziphi izifundo esizifundayo kubantu ekuthethwe ngabo apha? (w16.05 30 ¶13; w07 7/1 13 ¶9)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Hez 12:1-10

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Lungiselela Iintshumayelo Zale Nyanga: (imiz. 15). Ingxubusho esekelwe “Kwiintshayelelo Onokuzisebenzisa.” Dlala ividiyo yentshumayelo nganye onokuyisebenzisa uze emva koko uxubushe iingongoma eziphambili.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU