Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Julayi 2017

Julayi 24-​30

HEZEKILE 21-23

Julayi 24-​30
  • Ingoma 99 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UBukumkani Bobalowo Unelungelo Elisemthethweni”: (imiz. 10)

    • Hez 21:25—‘Isikhulu sakwaSirayeli esingendawo’ yayinguKumkani uZedekiya (w07 7/1 13 ¶11)

    • Hez 21:26—Ookumkani bomnombo kaDavide babeza kuyeka ukulawula eYerusalem (w11 8/15 9 ¶6)

    • Hez 21:27—Lowo “unelungelo elisemthethweni” nguYesu Kristu (w14 10/15 10 ¶14)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Hez 21:3—Liliphi “ikrele” uYehova alirhola esingxotyeni salo? (w07 7/1 14 ¶1)

    • Hez 23:49—Sisiphi isono ekuthethwa ngaso kwisahluko 23, ibe sifunda ntoni thina? (w07 7/1 14 ¶6)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Hez 21:1-13

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 93

  • Ukuba Nembeko Xa Sisemnyango”: (imiz. 15) Ingxubusho eyenziwa ngumveleli wenkonzo. Qala ngokudlala ividiyo ebonisa indlela esimele sibe nembeko ngayo xa sisemnyango.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) kr isahl. 15 ¶18-28

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 29 Nomthandazo