Julayi 17-23
HEZEKILE 18-20
Ingoma 21 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ngaba UYehova Uxolela Aze Alibale?”: (imiz. 10)
Hez 18:19, 20—UYehova uya kuphendulisa mntu ngamnye ngokwezenzo zakhe (w12 7/1 18 ¶2)
Hez 18:21, 22—UYehova ukulungele ukuxolela abantu abaguqukayo ibe akayi kuphinda abaphendulise ngezono zabo (w12 7/1 18 ¶3-7)
Hez 18:23, 32—UYehova uyabatshabalalisa abangendawo ukuba abade baguquke (w08 4/1 8 ¶4; w06 12/1 27 ¶11)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Hez 18:29—Kwakutheni ukuze amaSirayeli abe nembono ephosakaleyo ngoYehova ibe sinokukuphepha njani ukwenza impazamo efanayo? (w13 8/15 11 ¶9)
Hez 20:49—Kwakutheni ukuze abantu bacinge ukuba uHezekile ‘wayeqamba iintetho’ ibe sisiphi isilumkiso esisifumanayo koku? (w07 7/1 14 ¶3)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Hez 20:1-12
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) 1Yo 5:19—Fundisa Inyaniso. Yenza amalungiselelo okubuyela.
Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Gen 3:2-5—Fundisa Inyaniso. Yenza amalungiselelo okubuyela. (Funda mwb16.08 8 ¶2.)
Intetho: (imiz. 6 nangaphantsi) w16.05 32—Umxholo: Ibandla Lingabonisa Njani Ukuba Liyavuya Xa Kusenziwa Isaziso Sokuba Umntu Othile Ubuyiselwe Kubudlelwane?
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Ingoma 77
“Ngaba Uyazixolela?”: (imiz. 10) Ingxubusho. Qala ngokudlala ividiyo ethi, Ungagungqi Ekuxhaseni Izigqibo ZikaYehova—Xolela.
Ulutsha Luyabuza—Ndingazilungisa Njani Iimpazamo Zam?: (imiz. 5) Ingxubusho ekwinqaku elithi “Ulutsha Luyabuza—Ndingazilungisa Njani Iimpazamo Zam?” Qala ngokucela umntu ukuba afunde icandelo elithi, “Yintoni Obuya Kuyenza Wena?”
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) kr isahl. 15 ¶9-17
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 38 Nomthandazo