Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Julayi 2017

 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | HEZEKILE 15-17

Ngaba Uyazigcina Izithembiso Ozenzileyo?

Ngaba Uyazigcina Izithembiso Ozenzileyo?

17:18, 19

  • Nguwuphi umnqophiso owaphulwa nguKumkani uZedekiya?

    Kwenzeka ntoni ngokwaphula kwakhe lo mnqophiso?

  • Ziziphi izithembiso nezivumelwano endizenzileyo?

    Ziintoni izinto ezinokwenzeka xa ndingazigcini izithembiso nezivumelwano?