Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Julayi 2017

Julayi 10-​16

HEZEKILE 15–17

Julayi 10-​16
  • Ingoma 11 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Ngaba Uyazigcina Izithembiso Ozenzileyo?”: (imiz. 10)

    • Hez 17: 1-4—IBhabhiloni yamshenxisa uKumkani uYehoyakin yaza endaweni yakhe yamisela uKumkani uZedekiya (w07 7/1 12 ¶6)

    • Hez 17:7, 15—UZedekiya wawophula umnqophiso awayewenzile waza wafuna uncedo kumkhosi waseYiputa (w07 7/1 12 ¶6)

    • Hez 17:18, 19—UYehova wayelindele ukuba uZedekiya asigcine isithembiso sakhe (w12 10/15 30 ¶11; w88 9/15 17 ¶8)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Hez 16:60—Yintoni “umnqophiso ohlala ngokungenammiselo” yaye ngoobani abaqukiweyo kuwo? (w88 9/15 17 ¶7)

    • Hez 17:22, 23—Ngubani isityana “elithambileyo” awathi uYehova wayeza kulifudusa? (w07 7/1 12 ¶6)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Hez 16:28-42

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) wp17.4 ngaphandle—Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Yithi gqaba gqaba ngoko benithethe ngako kwixesha elidlulileyo wandule ubeke isiseko sesifundo seBhayibhile usebenzisa enye yeencwadi zethu—Thetha ngevidiyo (ungayidlali) ethi, Kutheni Umele Ufunde IBhayibhile?

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) fg isifundo 11 ¶1-2—Mmemele kwiintlanganiso.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU