I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO JULAYI 2016

 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | INDUMISO 60-68

Dumisa UYehova, Umphulaphuli Womthandazo

Dumisa UYehova, Umphulaphuli Womthandazo

Zibek’ emthandazweni izithembiso ozenza kuYehova

61:1, 8

  • Ukuthandazela izithembiso zethu kuya kusenza sizimisele ukuzizalisekisa

  • Ukuzahlulela kwethu kuThixo sesona sithembiso sibalulekileyo esinokusenza

UHana

Kholosa ngoYehova ngokuphalaza imbilini yakho ngomthandazo

62:8

  • Umthandazo onentsingiselo uquka indlela esivakalelwa ngayo

  • Xa singqala kwimithandazo yethu, siyibona kakuhle indlela uYehova aphendula ngayo

UYesu

UYehova nguMphulaphuli wemithandazo yabantliziyo zinyanisekileyo

65:1, 2

  • UYehova uphulaphula “abantu bayo yonke inyama” abafuna nyhani ukumazi nokwenza ukuthanda kwakhe

  • Singathandaza nanini na kuYehova

UKorneli

Bhala izinto ofuna ukuziquka kwimithandazo yakho.