I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO JULAYI 2016

Julayi 4-10

INDUMISO 60-68

Julayi 4-10
  • Ingoma 104 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Dumisa UYehova, Umphulaphuli Womthandazo”: (imiz. 10)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Nd 63:3—Kutheni ububele bothando bukaYehova bulunge ngakumbi kunobomi? (w06 6/1 11 ¶8)

    • Nd 68:18—Yayingoobani “izipho ezingabantu”? (w06 6/1 10 ¶5)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Nd 63:1–64:10

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Lungiselela Iintshumayelo Zale Nyanga: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo yentshumayelo nganye onokuyisebenzisa uze emva koko uxubushe iingongoma eziphambili. Khuthaza abavakalisi ukuba bazenzele ezabo iintshumayelo.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 81

  • Ukugcina Ubomi Bethu Bulula Kusinceda Sidumise UThixo”: (imiz. 15) Qala ngengxubusho yenqaku. Emva koko dlala uze uxubushe ngokufutshane ividiyo ethi Siphila Ubomi Obulula ekwiJelo Losasazo LamaNgqina KaYehova. (Yiya kwindawo ethi OOVIMBA BEEVIDIYO > INTSAPHO.) Bakhuthaze bonke bacinge ngokwenza ubomi babo bube lula ukuze bachithe ixesha elingakumbi ekukhonzeni uYehova.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) ia isahl. 19 ¶1-16

  • Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 88 Nomthandazo