Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Julayi 2016

 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | INDUMISO 79–86

Ngubani Oyena Mntu Ubalulekileyo Ebomini Bakho?

Ngubani Oyena Mntu Ubalulekileyo Ebomini Bakho?

Kusenokwenzeka ukuba umbhali weNdumiso 83 wayezalwa nguAsafu ongumLevi, owayephila ngexesha elinye noKumkani uDavide. Le ndumiso yabhalwa ebudeni bexesha laxa iintlanga eziziintshaba zazisongela abantu bakaYehova.

83:1-5, 16

  • Kumthandazo wakhe, umdumisi wathandazela igama nolongamo lukaYehova kunokuba athandazele ukhuseleko lwakhe

  • Namhlanje, abakhonzi bakaThixo baqhubeka bejamelana nesilingo emva kwesinye. Ukunyamezela kwethu kuzisa uzuko kuYehova

83:18

  • UYehova ufuna silazi igama lakhe

  • Sifanele sibonise ngezenzo ukuba uYehova ngoyena Mntu ubalulekileyo ebomini bethu