I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO JULAYI 2016

Julayi 25-31

INDUMISO 79–86

Julayi 25-31
  • Ingoma 138 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Ngubani Oyena Mntu Ubalulekileyo Ebomini Bakho?”: (imiz. 10)

    • Nd 83:1-5—Eyona nto simele sizixhalabise ngayo ligama likaYehova nolongamo lwakhe (w08 10/15 13 ¶7-8)

    • Nd 83:16—Ukungagungqi nokunyamezela kwethu kuzisa uzuko kuYehova (w08 10/15 15 ¶16)

    • Nd 83:17, 18—UYehova ngoyena Mntu ubalulekileyo kwindalo iphela (w11 5/15 16 ¶1-2; w08 10/15 15-16 ¶17-18)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Nd 79:9—Le vesi isifundisa ntoni ngemithandazo yethu? (w06 7/15 12 ¶5)

    • Nd 86:5—Kungayiphi indlela uYehova ‘akulungele ngayo ukuxolela’? (w06 7/15 12 ¶9)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Nd 85:8–86:17

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 111

  • Ngaba UThixo Unalo Igama?: (imiz. 15) Qala ngokudlala ividiyo ethi Ngaba UThixo Unalo Igama? eku-jw.org/xh. (Jonga kwindawo ethi IIMPAPASHO> IINCWADI NEENCWADANA EZINEMIFANEKISO. Emva koko ukhangele incwadana ethi Iindaba Ezilungileyo. Ividiyo ifumaneka ngaphantsi kwesifundo esinomxholo othi “Ngubani UThixo?”) Emva koko buza le mibuzo ilandelayo: Le vidiyo ingasetyenziswa njani xa kunikelwa ubungqina obungacwangciswanga, kwindawo kawonke wonke nakwindlu ngendlu? Ngawaphi amava amnandi onawo angokusebenzisa le vidiyo?

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) ia isahl. 20 ¶14-26, nempinda yesahluko

  • Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3.)

  • Ingoma 143 Nomthandazo

    Isikhumbuzo: Dlala le ngoma kube kanye uze emva koko ucele ibandla liyicule.