I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO JULAYI 2016

Julayi 18-24

INDUMISO 74–78

Julayi 18-24
  • Ingoma 110 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Khumbula Imisebenzi KaYehova”: (imiz. 10)

    • Nd 74:16; 77:6, 11, 12—Camngca ngemisebenzi kaYehova (w15 8/15 10 ¶3-4; w04 3/1 19-20; w03 7/1 10 ¶6-7)

    • Nd 75:4-7—Imisebenzi kaYehova iquka ukumisela amadoda athobekileyo ukuze anyamekele ibandla lakhe (w06 7/15 11 ¶2; it-1-E 1160 ¶7)

    • Nd 78:11-17—Cinga ngendlela uYehova awabalwela ngayo abantu bakhe (w04 4/1 21-22)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Nd 78:2—Le vesi yazaliseka njani kuMesiya? (w11 8/15 11 ¶14)

    • Nd 78:40, 41—Ngokutsho kwezi vesi, izenzo zethu zimchaphazela njani uYehova? (w12 11/1 14 ¶5; w11 7/1 10)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Nd 78:1-21

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) wp16.4 16—Thetha ngelungiselelo lomnikelo.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) wp16.4 16

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) fg Isifundo 5 ¶6-7

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 15

  • Iimfuno zebandla: (imiz. 10)

  • “ UYehova . . . Wadala Zonke Izinto”: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi UYehova . . .Wadala Zonke Izinto.” (Yiya kwindawo ethi IIMFUNDISO ZEBHAYIBHILE > ABANTWANA.) Emva koko mema abantwana abambalwa eqongeni, uze ubabuze ngale vidiyo.

  • Isifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) ia isahl. 20 ¶1-13

  • Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 73 Nomthandazo