I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO JULAYI 2016

 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | INDUMISO 69-73

Abantu BakaYehova Banenzondelelo Ngonqulo Lokwenene

Abantu BakaYehova Banenzondelelo Ngonqulo Lokwenene

Inzondelelo yethu ngonqulo lokwenene ifanele ibonakale ngokucacileyo

69:9

  • Ubomi bakhe bonke, uDavide wayenenzondelelo ngoYehova

  • UDavide wayengabunyamezeli nabuphi na ubutshaba okanye ukugculelwa kwegama likaYehova

Abantu abadala banokulunceda ulutsha ukuba lube nenzondelelo

71:17, 18

  • Umbhali wale ndumiso, mhlawumbi uDavide, wayenomnqweno wokukhuthaza isizukulwana esilandelayo

  • Abazali namaKristu anamava anokuqeqesha ulutsha

Inzondelelo yethu ifanele isenze sixelele abanye ngoko uBukumkani buza kukwenzela abantu

72:3, 12, 14, 16-19

  • Ivesi 3—Bonke abantu baza kube beseluxolweni

  • Ivesi 12—Amahlwempu aya kuhlangulwa

  • Ivesi 14—Ugonyamelo luza kube lungekho

  • Ivesi 16—Ukutya kuza kube kudlal’ abantwana