I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

INgqina likaYehova lishumayela iindaba ezilungileyo kwibhinqa elivuna iti eCameroon

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO JULAYI 2016

Iintshayelelo Onokuzisebenzisa

Amacebiso okusebenzisa IMboniselo nencwadana ethi, Iindaba Ezilungileyo Ezivela KuThixo! Sebenzisa imizekelo ukuze uzenzele eyakho intshayelelo.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Dumisa UYehova, Umphulaphuli Womthandazo

Kutheni kufanelekile ukuba xa usenza izithembiso kuYehova uthandaze? Ungabonisa njani ukuba uyamthemba uYehova kwimithandazo yakho? (INdumiso 61-65)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ukugcina Ubomi Bethu Bulula Kusinceda Sidumise UThixo

Ukuphila ubomi obulula kungakuvulela waphi amathuba? Ungayixelisa njani indlela kaYesu yokuphila?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Abantu BakaYehova Banenzondelelo Ngonqulo Lokwenene

Yintoni esinokuyifunda kwinzondelelo kaDavide ngoThixo? Yintoni ebaqhubela kuyo abantu bakaYehova inzondelelo ngonqulo lokwenene? (INdumiso 69-72)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Khawuzame Nje Unyaka Ube Mnye

Ubomi obanelisayo neentsikelelo ezininzi ziza kufunyanwa ngabo bakulungeleyo ukuzama.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ucwangciso Loovulindlela Abathe Ngxi

Uya kumangaliswa wakufumanisa ukuba unganguye uvulindlela othe ngxi enoba awunaxesha namamandla angako.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Khumbula Imisebenzi KaYehova

Imisebenzi kaYehova iquka ntoni? Ukucamngca ngayo kunokusinceda njani? (INdumiso 74-78)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Ngubani Oyena Mntu Ubalulekileyo Ebomini Bakho?

Umqambi weNdumiso 83 wabonisa ukuba uYehova uThixo wayengoyena Mntu ubalulekileyo ebomini bakhe. Singabubonisa njani ubunyaniso boko ebomini bethu?