• Ingoma 55 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Makwenzeke Ukuthanda KukaYehova”: (imiz. 10)

    • IZe 21:8-12​—Amanye amaKristu amcenga uPawulos ukuba angenyuki aye eYerusalem ngenxa yento embi eyayiza kwenzeka kuye pha (bt 177-178 ¶15-16)

    • IZe 21:13​—UPawulos wahlala ezimisele ukwenza ukuthanda kukaYehova (bt 178 ¶17)

    • IZe 21:14​—Abazalwana bayeka ukumnqanda emva kokubona ukuba uPawulos akajiki (bt 178 ¶18)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • IZe 21:23, 24​—Kwakutheni ukuze abadala abaseYerusalem bamnike lo myalelo uPawulos nangona amaKristu ayengasekho phantsi koMthetho KaMoses? (bt 184-185 ¶10-12)

    • IZe 22:16​—Zaziza kuhlanjwa njani izono zikaPawulos? (Ingcaciso yebinzana elithi “uhlambe izono zakho ngokubiza egameni lakhe” leZe 22:16)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) IZe 21:1-19 (th isifundo 5) *

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Zimisele Ukufunda Nokufundisa: (imiz. 10) Dlala nize nithethe ngevidiyo ethi Intshayelelo Mayibangele Umdla, nize nijonge nesifundo 1 sencwadi ethi Ukufundisa.

  • Intetho: (imiz. 5 nangaphantsi) w10 2/1 13 ¶2-14 ¶2​—Umxholo: Ngaba AmaKristu Afanele Ayigcine ISabatha? (th isifundo 5) *

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

^ isiqe. 15 ^ isiqe. 18 Phawula: Ukuqala kule Incwadi Yentlanganiso, kwimiyalelo yabafundi kuza kufakwa isifundo aza kusebenzela kuso umfundi kwizibiyeli, esithathwe kwincwadi ethi Zimisela Ukufunda Nokufundisa (th).