• Ingoma 129 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UPawulos Wakhwela Inqanawa Eya ERoma”: (imiz. 10)

    • IZe 27:23, 24​—Ingelosi yaxelela uPawulos ukuba bonke abo akhwele nabo inqanawa baza kusinda kwisaqhwithi (bt 208 ¶15)

    • IZe 28:1, 2​—Yophuka inqanawa eyayikhwelwe nguPawulos eMalta (bt 209 ¶18; 210 ¶21)

    • IZe 28:16, 17​—UPawulos wafika ekhuselekile eRoma (bt 213 ¶10)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • IZe 27:9​—Kwakuyintoni ‘ukuzila ukutya komhla wocamagushelo’? (Ingcaciso yebinzana elithi “kwanokuzila ukutya komhla wocamagushelo” leZe 27:9)

    • IZe 28:11​—Yintoni ebangela umdla ngenkcazelo ethetha ngembasa yenqanawa? (Ingcaciso yebinzana elithi “Oonyana bakaZeyus” leZe 28:11)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) IZe 27:1-12 (th isifundo 5)

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 103

  • UPawulos Wambulela UThixo Waza Womelela”: (imiz. 15) Dlala ividiyo ethi Intsimbi Ilolwa Ngentsimbi”​—Isicatshulwa nize nithethe ngayo. Khuthaza abantu abakumameleyo ukuba bazibukelele yonke.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) cf isahl. 3 isiqe. 1-9

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 93 Nomthandazo