• Ingoma 73 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UPawulos Ubhenela KuKesare Aze Azithethelele Phambi KukaKumkani UHerode Agripa”: (imiz. 10)

    • IZe 25:11​—UPawulos wasebenzisa ilungelo lakhe lasemthethweni waza wabhenela kuKesare (bt 198 ¶6)

    • IZe 26:1-3​—UPawulos wayithethelela ngobuchule inyaniso phambi kukaKumkani  uHerode Agripa (bt 198-201 ¶10-16)

    • IZe 26:28​—Aba namandla kakhulu amazwi kaPawulos kukumkani (bt 202 ¶18)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • IZe 26:14​—Yintoni imviko? (Ingcaciso yebinzana elithi “ukhaba iimviko” nelithi “iimviko” leZe 26:14)

    • IZe 26:27​—Kwakutheni ukuze uKumkani uAgripa abe sekoneni xa uPawulos embuza ukuba uyakholelwa na kubaprofeti? (w03 11/15 16-17 ¶14)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) IZe 25:1-12 (th isifundo 5)

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 38

  • Ukuba Semthethweni Komsebenzi EQuebec”: (imiz. 15) Dlala ividiyo nize nithethe ngayo.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) cf isahl. 2 isiqe. 15-20 nebhokisi ethi “Amanye Amagama Abizwa Ngawo UYesu Kristu

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 122 Nomthandazo